uNelson Mandela ufumana uLwamkelo ulushushu eKhayeni lakhe

© Dr Peter Magubane
uNelson no Winnie babulisa inginginya zabantu ezigcwele kwibala iEllis Park eGoli bezo kumamkela ekhaya.
Emveni koku khululwa kuka Nelson Mandela entolongweni, wankelwa ngobubele ngaba landeli, usapho lwakhe, nabezopolitiko. Kwabanjwa indibano ne rali ezininzi kubulelwa yena, wayehamba nenkosikazi yakhe, uWinnie Mandela nabanye awayesebenza nabo. Kumfanekiso ngu Mandela onwabile kakhulu engena kwibala iEllis Park eRhawutini ephakamisele inqindi phezulu emoyeni njengoku hlonipha umzabalazo kumsitho wokubuyela ekhaya. Imisitho enje yayihlala itsala abantu abaninzi, abaxhasi ababezobhiyozela ukukhululwa kwe nkokheli eluvalelweni.

"Ihlala ibonakala ngokunga soze yenzeke de ube kanti uyayenza.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - The Mandela Legacy

uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...more