uMxeba wokuqala ka Madiba emveni koku Khululwa eluvalelweni

© Dr Peter Magubane
uMxeba wokuqala uMadiba awufumanayo emveni koku khululwa kwakhe, waye kwikhaya lakhe eOrlando West, eSoweto.
Emveni kokuba uNelson Mandela ephumile eluvalelweni, wabuyela endlwini yakhe eOrlando West, eSoweto nenkosikazi yakhe, uWinnie Mandela. Bahlala khona intsuku nje ezilishumi nanye (11), phambi koku yokuhlala kwindlu yabo enkulu eHoughton apho wafumana khona indwendwe, abantu awaye Sebenza nabo kunye nabahlobo ngexesha lomkhankaso wonyulo lwango 1994. Kumfanekiso ngu Madiba efumana umxeba wokuqala ekhayeni lakhe, loxa kwakutyiwa isidlo sokubhoyozela ukumamkela ekhaya, uMandela wayehlala esebenza nzima kwaye akazange ayibaleke imixeba yasebusuku okanye imihlangano yakusasa ngenji xukukuxa.

“Kuyi mpumelelo ukuba indoda yenze umsebenzi wayo emhlabeni, nokuba sele ineziphumo ezinjani.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - The Mandela Legacy

uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...more