uNelson Mandela kwintetha ze CODESA
uZwelakhe Sisulu, Roelf Meyer, Nelson Mandela, no Cyril Ramaphosa kwintetha ze CODESA.
uNelson Mandela wachaza intetha yokuqala yomthetho sekela ngomhla we 13 November 1991, owawuzakubanjelwa kwi World Trade Centre eKempton Park. Yayi ngumhlangano wombutho wo kuqala wabizwa ngokuba yi Convention for Democratic South Africa (CODESA) Kulo mfanekiso ubona uZwelakhe Sisulu, Roelf Meyer, Nelson Mandela, no Cyril Ramaphosa kwintetha ze CODESA.
“Ingxenye yokuba nethemba kuugcina intloko yakho ijonge elangeni, iinyawo zakho zibe zibheka phambili.” ~ Nelson Mandela
uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
moreuMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
moreuMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...
moreuMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....
more