Nelson Mandela no Chris Hani
uNelson Mandela uthetha no Chris Hani kwi nkomfa ye ANC eThekwini ngo1990.
Wazalwa ngomhla we 28 June ngonyaka ka 1942, eCofimvaba, eTranskei uMartin Thembisile Hani, watshintsha igama wangu Chris, ngenxa yokuba wayefunwa ngokuchasa nengcinezelo. Ngo 1957 uChris Hani wazibandakanya nombutho we African National Congress Youth League (ANCYL) waye Sebenza kwi Mpuma ne Ntshona Koloni, phambi kokushiya uMzantsi Afrika aye elubhacweni ngo 1962, ehlala eBotswana nase Zambia ngo 1973. Wangena ngokuzifihla eMzantsi Afrika wahlala eLesotho. Ngo 1974 wabali lingu le ANC le NEC. Ngonyaka ka 1982, emveni kokuphantse abulawe, njengoko yaye nguye ophethe intambo ekwanguye no sekela wo Mkhonto Wesizwe.uHani wahamba eLusaka, eZambia ngo 1987, waphatha kwi MK ngo 1991 uHani wabangu nobhala jikelele we South African Communist Party (SACP) uChris Hani wabulawa ngomhla we 10 April 2003, kwikhaya lakhe eBoksburg.
uChris Hani no Madiba babe nobudlelwane obude obusondeleneyo, kulomfanekiso uNelson Mandela uthetha no Chris Hani kwi nkomfa ye African National Congress (ANC) eThekwini ngo 1990.
"Akukho ntshisakalo ifumanekayo ekudlaleni kancinci- Ekuncameleni kubomi obu ngaphantsi kobu unoku buphila.” ~ Nelson Mandela
uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
moreuMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
moreuMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...
moreuMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....
more