uNelson Mandela kwi Ngcwaba lika Mama Wakhe
uNelson Mandela, Zindzi Mandela, no Winnie Mandela kwingcwaba lika mama ka Madiba eQunu. Umama wakhe wasweleka ngelixa aseluvalelweni kwaye zange afumane imvume yokuya emngcwabeni.
uNelson Mandela, Zindzi Mandela no Winnie Mandela kwingcwaba lika mama ka Madiba eQunu, iTranskei, ngoku yaziwa njenge Mpuma Koloni. uMandela ngelishwa wayeselu valelweni kwisiqithi sase Robben Island xa umama wakhe, uNoqapho Nosekeni walandulela eli ngonyaka ka 1968. uNelson Mandela akazange avunyelwa ukuya emngcwabeni kamama wakhe, kumfanekiso uMandela usendleleni uyokunika imbeko yokugqibela, uNelson, Winnie, no Zindzi Mandela babonakala bevasa izandla, esixhoseni, ukuhlamba izandla emangcwabeni kukuvasa ukufa ukuze kungaqhubeki kusapho.
“Kufuneka sihlala sisebenzisa ixesha ngendlela elungileyo, kwaye ishlale siyazi ukuba ixesha lihlala lilungele ukuba kwenziwe okulungileyo” ~ Nelson Mandela
uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
moreuMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
moreuMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...
moreuMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....
more