Spotted Thick-Toed Gecko
Igama
Spotted Thick-Toed Gecko or Spotted Gecko [Pachydactylus maculates]
Udidi
Isilwanyana esirhubuluzayo
I-oda
Squamata
Usapho
Gekkonidae
Ubude imazi
58 mm
Ubude inkunzi
48 mm
Inkcazelo
Lincinci, lithambekile ilovane linomzima otyebileyo kunye nobhuqe orawundi. Umva ungwevu ukuya kungwevu-ntsundu, kunye nemigca emine, amabala amnyama asoloko esenza amabhondi angaqhelekanga. Isisu sona sinombala omhlophe.
Ulwabelwano
Phezulu kwezwe eKoloni e-Sutherland napha kwingingqi enomnxweme ukusuka e-Mpuma Koloni, KwaZulu-Natal, eSwaziland nase Mzantsi Mpuma yeMpumalanga kunye nase Mozambique.
Ukuzala
Imazi zimitha ukusuka kweyoMsintsi ukuya kweyo Mdumba futhi zibeka amaqanda ayi 2-3, anaqokobhe aqinileyo. Ukufukamela kuthatha iintsuku eziyi 100-200.
Itya ntoni
Izinambuzane ezincinci kunye nezigcawu.
Impawu zasendle
Eli lovane lelona liqhelekileyo kwaye kukhona iintlobo eziyi 30 zayo eMzantsi Afrika. La malovane afumaneka kuluhlu lwendawo ezithile.