Ornate Sandveld Lizard
Iqungequ

© Tyrone Ping

Igama

Iqungequ, Ornate Sandveld Lizard [Nucras ornata]

Inkcukacha Ezibalulekileyo

Uhlobo: Reptilia
Ubume: Squamata
Usapho: Lacertidae
Ubude (Imazi): 70 - 85 mm
Ubude (Inkunzi): 70 - 85 mm

Inkangeleko

Iqungequ licikilishe elikhulu lesanti eline phathini yamabala xasele indala. Amantshontsho asele ebuqina amnyamarha-mdaka ngombala apha emqolo kunye nemigca emide emithathu emqolo. Amaqungequ amadala angumbala omdaka namabala amnyama angalinganiyo. Ze libenemigca emibini ebhityileyo eyehla ngomqolo.

Apho Afumaneka Khona

Ukuqala kwi Ntaba ze Lebombo, Mantla e Zululand, ukunqumla iSwaziland, Mpumalanga, Mntla Gauteng ne Zimbabwe ukuya ku Mazantsi e Zambia, Malawi ne Rondo e Mzantsi Mpuma Tanzania.

Ukuzala

Ukuqala kwi 5-7 yamaqanda ayazelwa ehlotyeni.

Isidlo

Izinambuzane ezinkulu,kuquka imisundululu nee ntethe.