Nara Plant

Igama

Nara Plant [Acanthosicyos horridus]

Isaziso

Lomthi uvela kuhlaza emva kweendunduma yakwinginqqi yase Sossuvlei e-Walvis Bay. Lomthi unezini zombini kwaye unobude ubungange omitha eziyi 1.5. Yenza izityalo zomthi wesini esinye ezizodibana nezinye izityalo zesini esifanayo okanye nasiphi isini esikufutshane.
Ivelisa iingcambu ezifana namanzi. Izityalo azinamagqabi kwaye ziba nomkhuba wokuqhamisa zikhule zide zibenobude obungange dayimitha eyi 25 ngemitha. Izityalo ziyakwazi ukukhula phezu komhlaba onesanti. Izityalo ezitsha zikhula xa likhe lanetha futhi ngokukhawuleza iphinde ikhule iingcambu ezifuna ukuhlala emanzini.

Iziqhamo

Isiqhamo sayo asibekwanga kude kwaye simane sivela singamaqela abambanayo. Isiqhamo sayo sinameva. Ukukhula kweziqhamo kwenzeka pha kwinyanga yoMduba ukuya kuTshazimpunzi. Iziqhamo azijiki bala futhi zihlala ziluhlaza ngaphandle kodwa uboya bona buyaphulukana nesikhumba, bujike bube orenji, isiqhamo simnandi kwaye sinevumba elimnandi.
Abathwa bengingqi ngabo abaqhaphela utshintsho xa sikhula esisiqhamo, bengadanga bophula isiqhamo. Isiqhamo sisetyenziswa ngabathwa ekwenzeni izinto ezimbini nje qha.

Injongo yesiqhamo

Okokuqala sisetyenziwa ekuthatheni imbewu etyiwayo ngokuhlukaniswa emlonyeni apho uboya bubiliswa khona bugalelwe ukwenza ufele. Ufele lwesisiqhamo lungatyiwa enyakeni wonke futhi kuthiwa ayinancasa ukwegqitha ido. Lomthi ikwasisondlo ngenxa yogcinakala kwembewu kunye nofele olomileyo. Isiqhamo sayo siyatyiwa xa sisakhula ngodyakalashe okanye amagundwane angena xesha lobumuncu besisiqhamo.

Imbewu

Imbewu inevumba elimnandi ngenxa yempawu ze-sulphur eluhlobo olubizwa i-Cucumis Melo L. Ayinavumba elimuncu xa sele indala imbewu. Ido lingasetyenziswa kwezorhwebo ukwenza i-ice khrim, futhi ingahlala ingumkhenkce okanye i-tshokolethi. Imbewu yayo esele ithengiswa kwingingqi ethile e-Walvis bay e-Europe, inganyusa kwezorhwebo ngokuthengisa imbewu ejikwe yenziwa amantongomane. Ukunqaba kwaso kumele kuyanceda pha exabisweni layo lonto inceda abathwa bengingqi. Usetyenziswano phakathi kwe-fem zorhwebo lunga nceda ekwenzeni imalo kwenzel’ukuba abahlali bengingqi bakwazi ukuziphilela.

iMeloni ze-Nara

Isityalo seNara sinameva kwaye siluhlaza ngombala, iingcambu zayo zivumela ukuba sikwazi ukuphila namagqabi waso. Lonto iyanceda kuba amagqabi aqhelile ukulahla amanzi. Umthi weNara akangowasendle kuphela kodwa uyakhula nangaphantsi kwamanzi, ukuze ikwazi ukuphila. Ukusuka kweyoMdumba ukuya kuTshazimpunzi nakweyeThupha ukuya kweyoMsinti abantu base Topnaar bavuna iimelon ngezonyanga.