
iRichtersveld Mountain Desert National Park
iRichtersveld National Park imi kanye kwi kona eku kumntla-ntshona wo Mzantsi Afrika, kwaye ijikelezwe ngumlambo we Orange River. Le paki izihekthare ezingama 160,000. Lomhlaba wabangwa ngomnyaka ka 1991, kulandela isivumelwano sobango lomhlaba kunye nengingqi. Lentlango isentabeni, inikeza ithuba lokuba abo bathanda ukubaphandle babekude nayo yonke nje ingxolo yase dolophini.
iRichtersveld Mountain Desert National Park yokuqala yayidityaniswe kunye ne /Ai/Ais – ehambisana nayo engakumda we Namibia-Ngomnyaka ka 2003 ukuze kusekwe itransfrontier park yokuqala yokuqala yase Mazantsi Afrika.
Translated by Zizipho Silwana

Indawo yase Richtersveld imi kumntla ntshona welizwe lo Mzantsi Afrika. Kwaye ikude nayo yonke enye into, yohlulwe lulwandle lwe Atlantic ng...
more
Ubungqina bokuqala babantu eNamaqualanda kunye nase Richtersveld bubonakala ngezixhobo zamatye, ezifana nezinto zokunqunqa, amazembe enziwe ...
more
Lo zihlobo zam, ngumbuzo omkhulu. Kwaye akululanga ukuwuphendula.
Okokuqala, iintyatyambo zikhona unyaka wonke. Iintyatyambo zase hlotyeni ...
more
Ngaphambi kokuba singene nzulu, masikhe siqale sithathe nje umzuzwana siziqhelanise nobume bomhlaba wale ngingqi. Ngokwendawo ome kuyo, ubuk...
more
Umba wobume bomhlaba ngumcimbi othande ukubanzima noxakayo. Ngaphezulu, iRichtersveld kunye ne Namaqualand ziqhayisa ngembali ende etyebiley...
more
Ababizwa ngokuba zi ‘Hottentots’ akwaziwa njengama Khoikhoi kunye nabaThwa bakhutshelwa bucala nngama Yurophu amatsha awayesandula ukufi...
more
Ibiodiversity yase Richtersveld kunye nase Namaqualand iyamangalisa. Lo ngu mmandla owomileyo nofumana imvula emalunga nama 150mm ngonyaka. ...
more
Emveni kohambo lokuqala luka Van de Stel elisingise kwintaba ye khopha (copper), indlela eya ekudeni kwamantla yayisele yenziwe. Indlela yay...
more
Phezulu eRichtersveld, isitishi sase mishini sama Kuboes sasilawula ngumfundisi olungileyo umfunisi uHein, wecawe iRhenish. Abantu bakhona y...
more
Ngonyaka ka 1957, ‘abantu bebala’ base Richtersveld banikezwa icingo elibambekayo elalihamba phakathi kwendawo zokuhlala ne fama ‘ezis...
more
iRichtersveld yingingqi ezimele yodwa; ishushu, yomile kwaye ikhangeleka ngathi ayinabomi. Ewe kona inobuhle obuyimfihlakalo. Kodwa ingaba i...
more
Ngeminyaka yo 1770, iqela elitsha labahloli langena eNamaqualand. Yayizi nzululwazi, ababukeli beentaka, nabasebenza ngezityalo ababetsalwe ...
more