Irali ye ANC ka Madiba

© Dr Peter Magubane
'uMandela makabe ngu Mongameli' imibhalo kubantu kumkhankaso wonyulo we ANC kwibala le FNB kufuphi be Soweto.
‘uMandela makabe Ngu Mongameli’
Abantu abasuka kwindawo ngendawo badibana eBloemfontein ngomhla we 8 January ngo 1912, ukuseka i-African National Congress (ANC). Lombutho we ANC usebenzile ukulwa lengcinezelo nocalucalulo, benyamezele, besilwa ngokuchasene nocalucalulo. I-ANC yanceda ukunikeza amawaka amabantu ilizwi, ngexesha ababengena lizwi ngalo.
Kulomfanekiso, ulutsha lwase Mzantsi Afrika lwadibana kumsitho oyi rali yonyulo, beyenzele umgqatswa wobu Mongameli uNelson Mandela. Eliqela lizimiseleyo libonakala liphethe iibhodi ezibhalwe ‘uMandela maka bengu Mongameli’. Ne rali yabanjelwa kwibala lebhola iFNB eSoweto.

“Indlala ayiyo ngozi. Nje ngobukhoboka kunye nocalu-calulo, kwenziwe ngabantu kwaye kungasuswa zizenzo zabantu.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - The Mandela Legacy

uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more