
uNelson Mandela no John Kani
uNelson Mandela no John Kani, ngomhla wokuzalwa kuka Mandela egqiba iminyaka emgamashumi asixhenxe enesibini eKippies eRhawutini.
uJohn Kani, owazalwa engu Bonisile John Kani ngumdlali we qonga wase Mzantsi Afrika. Uvele kwimi dlalo yeqonga kumabonakude, kuSarafina, nothing but the truth, The Lion King, Black Panther, ne Captain America : Umlo wentlanga. Ungumdali weqonga owaziwayo kumazwe jikelele kwaye ungu mbhali nomhleli odumileyo eMzantsi Afrika.
Ngosuku loku zalwa luka Nelson Mandela egqiba iminyaka engamashumi asixhenxe anesibini eKippies eGoli apho uJohn Kani wadibana khona no Madiba. Kulo mfanekiso bayancumelana besamkelana ngoku xhawulana.
"Abantu abanesibindi aboyiki ukuxolela, ngenxa yoxolo.” ~ Nelson Mandela

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
more
uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
more
uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...
more
uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....
more