uMadiba ubhiyozela usuku lwakhe lokuzalwa eGqiba Iminyaka eyi (72)

© Dr Peter Magubane
uMadiba ubhiyozela usuku lwakhe lokuzalwa iminyaka eyi 72 kwi krishi yabantwana eOrlando West.
uNelson Mandela wabhiyozela usuku lwakhe lokuzalwa leminyaka ey 72 ngonyaka ka 1990, kwi khrishi eOrlando West ungqungwe zimbuso ezincinci ezincumileyo. uMadiba wayebathanda abantwana ekholelwa okokuba balikamva lase Mzantsi Afrika. Ngo 1995, uMandela waqala iNelson Mandela’s Children Fund apho wayenikela ngengxenye yomvuzo wakhe esengu Mongameli. Lombutho ufuna. “ukunikeza ilizwi, nesidima kumntwana we Afrika ngokwakha insthukumo yamalungelo.”
uNelson Mandela wathi, “Nikeza umntwana uthando, ukuhleka noxolo”.

“Njengokuba sikhululeka kuma khamandela oloyiko lwethu, ubukho bethu buvele bukhulule nabanye. Yonke ingingqi ese lizweni lethu inelungelo lokukhululeka kuloyiko.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - The Mandela Legacy

uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more