Cape Wolf Snake
Inyoka yase Koloni

© Tyrone Ping

Igama

Inyoka yase Koloni / Cape Wolf Snake [Lycophidion capense]

Iinkcukacha Ezibalulekieyo

Uhlobo: Reptilia
Ubume: Testudines
Usapho: Colubridae
Ezinye iindidi: Sininzi isibalo sezinye iindidi zoluhlobo lwalenyoka.
Ubude (Imazi): 558 mm
Ubude (Inkunzi): 440 mm

Inkangeleko

ICape Wolf Snake yinyoka encinci ekhula ibenkulu kwingginqgi ezisemazantsi kuphela. Inentloko embaca. Umbala wayo uvamise ukuba mdaka ukuya kumnyama umzimba wonke, maxa wambi amaqweqwe omzimba abenendawo ezimhlophe nesisu esimhlophe okanye esimnyama.

Apho Ifumaneka Khona

ICape Wolf Snake ifumaneka phantse kulo lonke izwekazi lase Afrika, ngaphandle kwe ntlango yase Namibia nendawo ezininzi ezise Koloni. Akhona ke amaphepha abucala ashicilelweyo ukuba ikhona nase Mzantsi Koloni nase Mzantsi Namibia. E Mpuma Afrika ukuya ne Yiphutha.

Ukuzala

Imazi ibeka amaqanda ama 3-9 xakuqala ihlobo; asenokuqandusela ngentsuku ne ezingama 51. Amantshontsho anobuse obu balelwa kuma 120mm.

Isidlo

Amaqaqa nama cikilishe avamise ukutyiwa kwaye ayalunywa okanye akrwitshwe.

Amanqaku Asendle

Lenyoka ayinabuhlungu buyingozi.