
AmaTsonga
AmaTsonga luhlanga olwaphuma kwezinye iintlanga/izizwe. Ookhoko babo babesuka kwilizwe elibizwa nge Mozambique namhlanje. Bathi bazinza kwilizwe loMzantsi Afrika nge sentyuri 19. Bafika bengamaqela ambalwa bengenazo neenkosi.
Namhlanje, ubuninzi babantu bohlanga lwamaTsonga luhlala kwiindawo ze Lowveld. Le ndawo iphakathi kwamawa nemida yase ntshona ye Kruger National Park.
Translated by Zizipho Silwana
Ngokwesithethe soluntu lohlanga lwama Tsonga, ukukhetha iqabane kwakungenziwa ngendlela enye ethe ngqo. Kufuneka kulandelwe imigaqo nemithetho ethile kuqala....
moreNamhlanje linani elingaphaya kwesiqingatha lohlanga lwamaTsonga abahamba iicawe zobuKrestu, ingakumbi iicawe ze Independent Churches okanye iEvangelical Presbyterian Church (neyayi fudula iyi Swiss Mission)....
moreKwiminyaka yoo 1890 iifama zase Lowveld zazingalungelanga nje ukuzingela, nokulima kuphela. Abanini bezi fama bakhawleza bazithengisela abantu abakhangela iiminerali....
moreUhlanga lwamaTsonga ludume kakhulu ngenkcubeko yalo etyebileyo yomculo. Lenkcubeko isekelwe phezu kwezixhobo ezininzi ezahlukeneyo zomculo. Ezi zingahlulwa kathathu: Ezamasinkari, umoya kunye namagubu....
moreUhlanga lwama Tsonga olwashiya unxweme nge sentyuri 19 lwazisa iintlobo ezintsha zokutya eTransvaal. Oku kutya okutsha kuquka icassava (manioc), iindidi ezithile zamandongomane, iitapile kunye nemithombo....
moreNjengokuba abantu abamhlophe bafika banyanzelisa umthetho wabo kwiilali zamaTsonga, amandla eenkosi ehla....
moreUkuzalwa komntana lixesha lochulumanco kuluntu lwamaTsonga. Amabhinqa osapho okanye abanye abafazi ibangabo abanceda amabhinqa akhulelweyo kwizigaba zokugqibela zokumitha nasekuzaliseni umntwana....
moreAbantu bokuqala abathetha ulwimi lwesiTsonga, kukholeleka ukuba bafika kwindawo eyayisakuba yi Transvaal ngeminyaka ye sentyuri 18....
more