Ama Ntwana

© Dr Peter Magubane

Nangona becalulwa njebase Nothern Sotho, ama Ntwana akholelwa okokuba asuka kuba Tswana imvelaphi yase (Western Sotho). Intsobi yabo ibuyiselwa ku Bakwena-Bamangwato kwaye kuqikelelwa okokuba bahlobene nama Rolong. Bathenga iKwarrielaagte ngonyaka ka 1903, amantwana ayehamba ehlala indawo nendawo, bezixuba namanye amaqela.

Kulapho ke inkosi yama Ndebele uMzilikazi wahlasela amaqela kum-mandla owawusaziwa ngokuba yiTransvaal kwinkulungwane (19th century), ze athi ama Ntwana ekufuneni ukhuseleko, baqhelana namaqela ase Northern Sotho, ingakumbi ama Pedi.

Imitshato kwi Sizwe sama Ntwana

Umtshato phakathi kwama Ntwana akusinguwo umba wontu omnye okanye ababini, iquka iqela lonke, ukwamkeleka ngokusesikweni phakathi kwezihlobo...more

Izindlu zama Ntwana

Izindlu zase Kwarrielaagte zibonakalalisa umanyano nokubumbana koluntu lengingqi yama Ntwana. Izindlu zabo ziyimbonakaliso yezindlu zase kuh...more

Amasiko ama Ntwana Abonakalisa Ukukhula

Indima yabafazi bama Ntwana njengama khosikazi noomama ibonakala ngokutshintsha kwesinxibo sesintu esiyilokhwe esithi sinxitywe kumanqanaba ...more

Ama-Ntwana ase Mzantsi Afrika

I-Kwarrielaagte ekwiphondo lase Mpumalanga eMzantsi Afrika yeyona lali inkulu yama Ntwana....more

Oomama bama Ntwana

Omama babonakalisa kwaye banikeza imbonakalo yendlela yokuphila yama Ntwana. Indela yokunxiba, imisebenzi yezandla abayenzayo kuye namasiko ...more

Ii-Nkolelo ze Sintu zama Ntwana

Ama Ntwana, imvula akusiyiyo nje into ebambekayo yokuhlaziya. Ikwayiyo nembonakalo yokuchuma ngokomoya kunye nembonakaliso yokuba indalo kun...more