Abaxhasi be ANC ba Qhanqalaza ngoku chasene noCalucalulo
Igquba eliphethe ibhodi, liqhanqalaza kwi Union Buildings kuqhanqalazo eluxhaswe ngumbutho i-ANC olu qhanqalazo lwalukuchasene no rhulumente ka F.W De Klerk nengxoxo ezithatha ixesha ezingokohlula ulawulo luka rhulumente.
Ngeminyaka yocalucalulo, abantu babe ququzelela uqhanqalazo ne rali ukuxhasa iAfrican National Congress (ANC) kwaye bathathe indawo ngokuchasene norhulumente wengcinezelo ne National Party. Inginginya zabantu zaziphethe ibhodi ezixhasa uNelson Mandela nombutho we ANC, bacule ingoma zamandla nokuncoma. Kumfanekiso ngabantu abaqhanqalaza besiya kwi UnionBuildings betoyitoya ngokuchasene norhulumente ka F.W de Klerk nengxongxo ezicpthayo zokwaba Amandla.
“Kwelam ilizwe, siya entilongweni kuqala ze sibe ngomongameli.” ~ Nelson Mandela
uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
moreuNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...
moreuMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
moreuMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...
more