Abatyholwa betyala loku Ngcatsha Umbuso bengena eNkundleni
uNelson Mandela wayeyongomye wabatyholwa betyala lokungcatsha umbuso ngo 1956, apho amatsha ntliziyo ezo politiko kuquka uRuth First, Joe Slovo, no Joe Modise batyholwa ngokungcatsha kunye nee ntatheli ezichasene nengcinezelo nabezo politiko kananjalo.
Kumfanekiso ngabanye abatyholwa, kunye noRobert Resha, intatheli nelungu le African National Congress Youth League u Z.K Matthews, isifundiswa esimnyama. Bangena enkundleni apho ityala lenzeke khona erhawutini, uyancuma ephakamisele isandla phezulu ebulisa amapolisa. Esi yayisisenzo sokungathobeli esiphandle esabonisa isibindi selitsha ntliziyo kwi meko yengcinezelo nentswela bulungisa.
“Andinakuze ndinyanzele amasiko am kwabanye ndingenakuze ndilandele kwa zithethe ezi zaku khubekisa amaqabane/ogxa bam." ~ Nelson Mandela
uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
moreuNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...
moreuMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
moreuMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...
more