uMandela netyala lokungcatsha Umbuso Lika1958
uNelson Mandela ngethuba letyala lokubhukuqa umbuso (Treason Trial)
Amatsha ntliziyo ezoPolitiko, kuquka uNelson Mandela, owayeli Gqwetha ngeloxesha waye bekwe izityholo zokungcatsha umbuso ngeminyaka yo 1950 ngexesha lobandlululo. La matsha ntliziyo, awaye quka uMandela, uRuth First, Z.K Matthews, Lionel “Rusty” Bernstein baya babhala kwaye bayivuma iFreedom Charter eyayithetha ngamandla abantu base Mzantsi Afrika abanawo. Urhulumente wocalu calulo ze waguqulula indawo ababehlala kuzo, oko kwaye kwakhokhela kwityala lokungcatsha umbuso ngonyaka ka 1956 elaqhuba iminyaka elishumi nanye (11). Ngonyaka ka 1961, bonke abatyholwa bafunyaniswa bengenatyala bakhutshwa.
uMandela namanye amatsha Ntliziyo babenaba landeli abaninzi ababesiza enkundleni rhoqo, xa bevela phambi komtshutshisi. Umfanekiso ngu Mandela esaze ngobuso ezweni, uhamba phakathi kwabantu abaemxhasa becula kwityala lakhe ngo 1958.
“Ndingu mnumzana wengomso lam: Ndingu mlawuli wobomi bam.” ~ Nelson Mandela
uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
moreuNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...
moreuMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
moreuMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...
more