Abafundi kwi Yunvesithi Yase Kapa Bathatha Inxaxheba Kwimi Khankaso yoku ‘Khulu uMandela’
Abafundi be Yunivesithi yase Kapa bathatha inxaxheba komnye wemikhankaso yoku 'Khulula uMandela' owawubanjwe ngeminyaka yo 1980.
Intshukumo ye Nkululeko
Imi khankaso yaba fundi ethi ‘Khululani uMandela’ kwi Ynivesithi yase Kapa (UCT) ngeminyaka yo 1980, yadlala indima enkulu kwi nkululeko eMzantsi Afrika, belwa ngokuchasene novalelo lwalowo waye libanjwa lezo politiko uNelson Mandela kwisiqithi iRobben Island. Abafundi be Yunivesithi yase Kapa badibana, ngaphandle kokohluka ngebala nenkcubeko, ukucela ilizwe ukuba lenze inkululeko nokulingana kumntu wonke.
Iyunivesithi yase Kapa yaziwa njenge Yunivesithi ye nkululeko ngexesha le ngcinezelo, isamkela abamnyama bafunde, betyeshela umthetha we’ Group Areas Act’ ngokubavumela bahlale kwa kule Yunivesithi. Abafundi base UCT babe chasene no PW Botha, nemithetho yakhe yengcinezelo eMzantsi Afrika. Abafundi abazuka kwintlanga ngentlanga, nenkcubeko ezingafaniyo babedibana ezinyaweni zale Univesithi benze ugwayimbo loxolo, ngokuchasa no rhulumente wengcinezelo, nemithetho yawo, kunye noku khulula uMandela.
Uqhanqalazo, lwaluphazanyisa ngama polisa, kunyanzeleke abafundi bazikhusele kumapolisa nge mvubu, babaleke xa befika kulondawo bakuyo. Kuma xesha amaniniz, imatshi yayi zezo xolo nokubonisa inkolo yabafundi kwi nkululeko, amalungelo alinganayo nokuphelisa ingcinzelo.
“Andikaze ndoyiswe. Kuse nokuba ndiyaphumelela okanye ndiyafunda.” ~ Nelson Mandela
uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
moreuNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...
moreuMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
moreuMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...
more