AbaTswana

©Dr Peter Magubane

AbaTswana yinxalenye yabaSotho, bahlulwe kathathu — Basotho (AbaSotho baseMazantsi), AmaPedi (AbaSotho base Mantla), kunye nabaTswana (AbaSotho baseNtshona). Ngokwembali yakudala AbaTswana babehlala kwindawo zase Highveld, kunye na Basotho.

Ukusukela embindini weminyaka yoo 1800, uninzi lobukhosi bamaSotho ase ntshona Highveld baqalisa ukuzibona njengenxalenye yeqela elikhulu lohlanga labaTswana abase Bechuanaland (nebizwa nge Botswana kulemihla).

Oku kubonakala kwindlela eyohlukileyo abathetha ngayo ulwimi lwesiTswana, imo yentlalo kunye nezithethe kumaqela ohlanga lwabaTswana abaphila kulemihla.

Umtshato kuLuntu Lwaba Tswana

Ngokwe sintu, indoda yayi mkhethelwa umfazi wayo wokuqala. Ukuba unakho ukulobola abanye abafazi, wayezikhethela abo bafazi....more

Impilo YabaTswana yase Zilalini

Izindlu zohlanga lwaba Tswana azifani nezinye zase Mazantsi Afrika, ngenxa yobukhulu bazo kodwa zibemfutshane. Ingxenye yonobangela woku yin...more

Isikhundla Kuluntu LwabaTswana

Ukwahlulwa ngesini nange minyaka kudala kwasetyenziswa njengophawu lwesikhundla kuluntu lwabaTswana....more

Ukutshintsha Nokwanda kwabaTswana

Luncinci ulwazi olukhoyo mayelana nemvelaphi yabantu abathetha ulwimi lweSesotho, nabayinxalenye yohlanga lwabaTswana....more

Imo Yentlalo Yoluntu LwabaTswana

Namhlanje uhlanga lwaba Tswana lungohlulwa ngokwamakomkhulu amaninzi azimeleyo (nangona imithetho yala makomkhulu kufanele ihambelane neyo...more