Abantu Balinde uKuvota oKokuqala kunyulo Lwase Mzantsi Afrika olungenamkhethe
Abantu balinde iiyure ezininzi belindele ukuvota okokuqala eMzantsi Afrika kuvoto ulungena mkhethe, olukhulukileyo, kubantu bonke kweli.
Emveni kweminyaka phantse engama khulu amathathu (300) abantu bebala bafumana ithuna loku vota eMzantsi Afrika, ama waka ama emgceni ukuvota nokutshintsha ilizwe unaphakade. “Andifuni abamhlophe bahambe” watsho u Christina Vanqa ominyaka ingamashumi asibhozo (80) umfazi omnyama, owayesanda kuthatha umhlala phantsi owayesebenza emakhitshini. Wayeme ngemincili ngentsimbi yesihlanu ukubeka ivoti yakhe yokuqala. “Sifuna ukuhlala nabo, nokwakha uMzantsi Afrika sonke.”
“Namhlanje yimini engafani nezinye, “watsho uNelson Mandela, owaye tyunjwe njengo Mongameli welizwe elisakhasayo, oku kwakusenza iminyaka emine emveni kokuba ekhululekile iminyaka engamashumi amabini anesixhenxe eluvalelweni. “ukuvota okukhululekileyo, okungena mkhethe, kwakuqalile. Namhlanje kuphawula ukuqala kwe nkululeko.”
“Akukho hambo lulula luya enkululekweni; naphi na.” ~ Nelson Mandela
uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
moreuNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...
moreuMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
moreuMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....
more