uNelson Mandela, Nabanye abagqatswa, ngeXesha Lonyulo Lonyaka ka 1994

© Dr Peter Magubane
Abathathi nxaxheba ngexesha lomkhankaso wonyulo: Nelson Mandela, F.W. de Klerk, Roelof Frederik “Pik” Botha kunye ne Nkosi uMangosuthu Buthelezi.
uNyulo lwase Mzantsi Afrika ngo 1994 lwalungafani nolunye. uNelson Mandela emveni kokubanjwa iminyaka engamashumi amabini anesixhenxe uza ngaphambili ukunikela ngentetha ngxoxo yakhe.u-FW de Klerk waye yingxenye edibane no Mandela nokuba waphulukana notyunjo lwakhe, oko kwamenza indoda yokuqala emhlophe esebenza phantsi kwendoda emnyama engu Mongameli.
‘Ndicinga singu mzekelo oqaqambileyo kwilizwe lonke abasuka kwezinye iintlanga ezithembekileyo kumazwe azo.’ watsho uNelson Mandela. Ngaphandle kokugxeka kwam, de Klerk, Mnumzana, watsho enjongene notshaba lwakhe, ‘ungomnye wabantu endi xhomekeke kubo okokuba ezingxaki sizijonge sonke’.
‘Enkosi ngalo mazwi amnandi, Mnumzana uMandela..sisebenza sonke ukuxolelanisa isizwe.’

“Ukuba ufuna ukwenza uxolo notshaba lwakho, kufuneka usebenze notshaba lwakho. Ngalondlela ujika abe ngumlingane wakho." ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more