uNelson Mandela uYacinga Umbuzo Wentatheli ngeXesha endwendwele e Melika

© Dr Peter Magubane
uMandela ucinga ngombuzo wentatheli ngexesha endwendwele eMelika.
iMelika ne Europe zazi jonge ku Mongameli uMandela no Mzantsi Afrika ukuba ubena mandla eMzantsi Afrika, umgcini xolo nosasaza ezorhwebo. Zombini iMelika ne Europe zichithe izigidi ze dola eAfrika eminyakeni kwaye abakholisekanga ziziphumo. Ingxenye yobo butyebi kuphelele kwezinye zenkokheli zase Afrika, logama amazwe abo eqhubeka ukuntywila entshabalalweni.
uMongameli uMandela, wanyanzelisa kwi sihlalo sobunkokheli se Afrika wanceda ukucima imililo eLesotho, logama ebonakalisa indawo yakhe eNigeria, Mozambique, nakwamanye amazwe. Kodwa uMongameli uMandela wabona umgiba angazibona ekuwo- ukuba ngumsindisi we Afrika, logama ingxwaba ngxwaba ziqhubeka ekhaya. Wakhetha ngobu nono lendawo yobunkokheli eAfrika, loxa ejongise ingqondo yakhe kwingxaki zalapha ngaphakathi.

"Ukubaleka kundifundise izifundo ezine xabiso. Ndibaleka imida eminintsi, uqeqesho lungapha kwesakhono esisi sekelo, kwaye apho ndisilela khona kwizakhono zendalo, ndisebenzisa ukuzimisela nokuncekelela. Ndasebenzisa oku kuyo yonke into endiyenzayo.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more