uMongameli uNelson Mandela uhleli eDesikeni uFunda iphepha kwi Ofisi yakhe kwi Union Buildings

© Dr Peter Magubane
uMongameli uNelson Mandela uhleli edesikeni yakhe efunda iphepha ndaba kwi ofisi yakhe ekwi Union Building.
uMandela wayechitha ixesha elininzi eofisini yakhe, xa engahambi endwendwela amazwe ngamazwe. Wamkela iindwendwe ezininzi kule desika okanye kwizitulo ezise ndaweni yokwamkela iindwendwe. Apho ke wabamba iinkomfa nabendaba, wamkela abahlonitshwa, nendwendwe zakhe ngomnyango wanga phambili, ukuze kuthathwe umifanekiso ngabe ndaba.
Ukususela ngo 2014 uMandela wavuma ukuthatha “umhlala phantsi womhlalaphantsi” nombutho wakhe owayewusekile watshintsha ngoku mangalisayo. Wanikela ngamaphepha wakhe kwi Nelson Mandela Foundationn, mayinikeza umyalelo wokuchaza ngobomi bakhe nexesha lakhe emhlabeni. iOfisi ka Mandela isagcinwe ngale ndlela wayeyishiye ngayo, ukugqibela kwakhe kwisakhiwo.
iOfisi yakhe iyingxenye yokubonisa ngobomi bakhe ngokuse sikweni. Ngoku dalwa ngu Grant we National Lottery, iNelson Mandela Centre of Memory ibonakalisa indlela entsha ye Nelson Mandela Foundation.

"Imfundo sesona sixhobo sinamandla onga sisebenzisa ukutshintsha ihlabathi.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more