uWinnie Mandela uBulisa iQela Labalandeli
uWinnie ebulisa igquba labaxhasi nabalandeli.
uWinnie Mandela, umengaku Nelson Mandela bebulisa abaxhasi. uWinnie no Nelson bano ncumo olumangalisayo, njengoko bejonga eliqela labantu ngovuyo.
uWinnie-Madikizela Mandela, owayengu Nkosikazi ka Mandela wayehlonitshiwe ngabaninzi eMzantsi Afrika njengo “Mama we Sizwe” waye litsha ntliziyo elichasene nengcinezelo, nowezo politiko. uMadikizela Mandela uswelekele esibhedlele emveni kokuba wayelalisiwe ngengxaki yokosuleleka kwe zintso ngo 2018. Waye neminyaka engamashumi asibhozo ananye (81).
“Kufuneka sizixinzelele kangangoko, siphume kuma khamandela okuxhomekeka esifakwe kuwo ngabo banamandla ngokwemali: Abo base magunyeni namandla kwezo shishino kunye nabo bazimisele ukubumba ihlabathi ngokomfunziselo wabo.” ~ Nelson Mandela
uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
moreuNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...
moreuMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
moreuMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....
more