did you mean? cultural affects of african cultural

295 results found


clear language Filter

page 5 of 12

Uluntu lwama Xhosa ase Mzantsi Afrika

...Uluntu lwama Xhosa ase Mzantsi AfrikaUluntu lwama Xhosa ase Mzantsi AfrikaAma Xhosa Avela e-East Africa©South African LibraryUbungqina bemveli buchaza okokuba ukuqala kweminyaka yama 1593 kwakukho amaXhosa asuka eMazantsi ukuyokuma eMthatha River..
isiXhosa

Yintoni Ukutyalwa kunye Kwezityalo?

...Enye indlela embi yeyokuba izityalo zingacinezela ezinye okanye zitshabalalise ukukhula kwazo, umzekelo imbotyi mazingadityaniswa namatswele okanye fennel, khaphetshu ne tomato akufanelanga zidityaniswe).Ezinye izityalo (rosemary, ne Aartimisia afra – African..
isiXhosa

Imveliso Yee Nkowane

...Umbutho wamafama eenkowane obizwa nge The South African Mushroom Farmers’ Association (SAMFA) wangomnyaka ka 1984 kwaye usebenzisa imali ezikhutshwa ngamalungu ukwenza uphando nokupapasha kwezentengiso.Translated by Zizipho Silwana..
isiXhosa

Ukuchongwa kwe Chelesi

...Inkoliso yabavelisi bobusi baye bayoyise ingxaki ne Honey Badgers, ngokonyusa ifusi lazo libe lide ukuya kwi metre ukususela emhlabeni ngokuthi bazibophelele kwi pali.Ngokwe South African National Biodiversity Institute and Endangered Wildlife Trust,..
isiXhosa

Uqala Njani Ukugcina iiNyosi

...Ukugcina iinyosi kona, ngumsebenzi onzima kodwa nabani na othi awenze ngokuzonwabisa ubuya nobusi.Umbutho we South African Bee Industry Organisation 'SABIO' yohlula kwabo bagcina iinyosi ngenjongo yokuzonwabisa 'Abane fusi leenyosi' kunye nabagcini nyosi..
isiXhosa

Yintoni iPearl Millet?

...millet, manna (isibhulu), leotsa (Sepedi), nyalothi (ngesiSotho), inyouti (isiNdebele), mhunga, mhungu (Shangaan) okanye unyaluthi, unyawoti ne unyawothi (isiZulu).iPearl Millet yingqolowa yesithathu ukubaluleka ngokwemveliso kumazwe eSADC (Southern African..
isiXhosa

uDesmond Tutu: Ngubani Kanye Eliqhawe

...Ndaweni yoko, umele iblack theology kunye ne African theology. Ngalendlela ufuna ukudibanisa indlela zokucinga ezimbini zenkolo yobu Krestu. Watsho esithi akufanelanga ukuba iindlela zase Ntshona zibonwe zibaluleke ukodlula ezase Afrika...
isiXhosa

Ukutshintsha Nokwanda kwabaTswana

...Ngokwembali ebaliswa ngomlomo, oluhlanga lwaluphakathi kwabantu abathetha ulwimi lwaBantu, nababesuka kwiindawo zase Mpuma Afrika (East African Great Lakes - Victoria kunye nase Tanganyika)...
isiXhosa

Yintoni Imvula?

...Umzekelo imvula encinci – 2.5 mm, ephakathi – 2.8 ukuya ku 7.6 m ze imvula enkulu ebengapha ko 7.6 mm ngeyure.Ngokwe South African Weather Service, I-1 mm yemvula ilingana ne litha enye (1) yamanzi kwi 1 m 1 m indawo apho amanzi angachitheki ecaleni,..
isiXhosa

Izinto Ekufanele Zenziwe Efama Ukuthintela Ukubiwa kwe Mfuyo

...Buzisa okokuba bayishiye ngasizathu sini indawo abesebenza kuyo ubuzisa naku Mapolisa Omzantsi frika (South African Police Services) okokuba abanawo na amatyala olwaphulo mthetho emagameni abo.Yenza Abantu Basekuhlaleni babe Kwicala lakho©Eric MillerYenza..
isiXhosa

Abahlali Bexesha Langaphambili e-Mapungubwe

...Ezimaski zeterracota zibonisa ubuso obufani bezidalwa ezinesiqingatha somntu nesilwanyana, kukholelwa ukuba bezisetyenziswa kwizithethe ezingcwele naxa kusolukwa. i-Lydenburg Heads zikumboniso pha kwindawo yolondolozo i-South African Museum eKapa, amawele..
isiXhosa

Wild Dog

...Ixhoba liyondla, ngamanye amaxesha isaphila, kwaye inokutshatyalaliswa ngokupheleleyo kwimizuzu embalwa.IndawoI-African Wild Dogs inokufumaneka kwiindawo eziqhelekileyo eziqinileyo kunye neentaba ezivulekileyo.Apho zifumaneka khonaImephu apho inja yasendle..
isiXhosa

Ukusebenzisa Amayeza kwiiHagu Ngendlela Efanelekileyo

...Xa unikeza iihagu iyeza emlonyeni, iSouth African Pork Producers Organisation (SAPPO) kwincwadi yayo ethi Manual for Emerging Pig Farmers amafama abamba intloko ijonge phezulu asebenzise oko kusetyenziswa xa kunikezwa iyeza...
isiXhosa

Iingxaki Zokuphefumla kwiiHagu

...Ngokomkhomba ndlela obhalwe yi South African Pork Producer’s Organisation (SAPPO), Pigs for Profit, ukukhohlela kusenokubangelwa luthuli,ingqele (pneumonia),ingakumbi lentlobo yenziwa yintsholongwane yeMycoplasma okanye intshulube ye Ascaris nekhohlelwa..
isiXhosa

Ukuthuthwa kweeHagu

...Umkhomba ndlela obhalwe ngumbutho we The South African Pork Producers Association’s, Pigs for Profit, ucebisa ukuba amafama alayishe iihagu xa sele izithuthi zikulungele ukuhamba, kuba iihagu ziyalwa xa zidikiwe ingakumbi ukuba isithuthi simile...
isiXhosa

Izityalo Zokutya Kwemveli eMzantsi Afrika

...Afrika: zezi ke gum Arabic (acacia gum), baobab, buchu, waterblommetjie, rooibos tea, amakhiwane amuncu (sour figs), jelly lemon, (Cucumis metuliferus), honey bush tea, finger millet, palm wine (Hyphaene coriacea), pearl millet, Livingstone, okanye African..
isiXhosa

Lesser Bushbaby

...I-Mohol, okanye i-South African Lesser Galago ibonakaliswa kubukho bezinyo. Ingubo yolu hlobo i-ingwevu na-brown. Nangona kunjalo, amacandelo kunye neengalo zisoloko zinomdla wokujonga imbala ephuzi...
isiXhosa

Ukufa Ngesiqhuphe kweeHagu

...Ukufa ngesiquphe kunokubangelwa kukulimala, ukothuka, ukuma kwentliziyo, porcine stress syndrome izifo okanye amadliso.Ukuma kwe NtliziyoUmkhomba ndlela obhalwe ngumbutho wabavelisi beehagu eMzantsi Afrika (South African Pork Producers Organisation in..
isiXhosa

Imizuzu engama 90 yo Mdlalo Wokubhiyozela uMandela

...eliqikelelwa kuma 35 000 abantu baqukana kwibala lebhola yombhoxo e Newlands Rugby Stadium ngemini ebandayo yase Kapa ukuzakuvuyisana nosuku lokuzalwa luka Mandela ngoku bukela umdlalo webhola ekhatywayo ongaqhelekanga phakathi kwe World XI yodumo kunye ne African..
isiXhosa

Isiselo se Jusi kunye ne Mpilo

...esimfaxangiweyo kwisiqhamo, iselwe ngoku khawuleza emveni kokwenziwa, yeyona ndlela isempilweni kwaye inezinongo ezininzi, minerali, kunye nezinye izinongo okogqitha efakwe kwibhotile okanye iziqhamo ezipakishiweyo ezenze ijusi.Ijusi ne SwekileNgokwe South African..
isiXhosa

Amacebo Endawo Zokuhlala Iihagu

...Kungangcono ngakumbi ukuba kwakhiwe amadonga akhiwe ngezitena aze asanyentwa okanye afakwe ikonkrethi, ngokomkhomba ndlela wemveliso wombutho we South African Pork Producers Organisation (SAPPO), iPigs for Profit...
isiXhosa

Imveliso kunye Nentengiso Yoboya eMzantsi Afrika

...Nangona kunjalo i-mohair isadingeka kakhulu kwaye intengiso yayo isazinzile nanamhlanje kwintengiso ezithile.Ezinye iingxaki ezithe zihlele ishishini loboya i-mohair lase Mzantsi Afrika (South African Mohair Industry) ziquka izixhobo ezingaphelelanga..
isiXhosa

UMandela noMkhonto Wesizwe – Ngobhalwa ngu Benjamin Pogurd

...Ububele bakhe nobu nkokheli bakhe babu bonakala.akazange aphelele ekukhokheleni amadoda we ANC entolongweni, kodwa waye hlonitshwa nangabo babechasene naye ngezo politiko – iPan Africanist, uPoqo ne Small African Resistance Movement ne Yu Chi..
isiXhosa

Imbali nge zo Shishino lwe Mivundla eMzantsi Afrika

...Kwafele elingakulungelanga ukuthengiswa lwaluthengisa kwimiboniso yezolimo olufana ne Goodwood show endala eKapa, lomboniso we Rand show kunye ne Royal Show e Pietermaritzburg.iThe South African Rabbit Council yabunjwa ngomnyaka ka 1950 eJohannesburg...
isiXhosa

Indlela Zokutyisa Iinkukhu

...Ukoyisa lengxaki, uDr Charlotte Nkuna we South African Poultry Association waye wacebisa kwincwadi yabafama eshicilelwa rhoqo ngeveki apho babhala khona bafune ukuva noluvo, ngezinto ezinje ngamantshontsho, ukutya, ugonyo, nebhedi ngobuninzi ngqo kubavelisi..
isiXhosa

page 5 of 12

NextPrevious