uNelson no Winnie Mandela eKhayeni Labo Kunye eMveni Kokuphuma eLuvalelweni

© Dr Peter Magubane
uNelson no Winnie Mandela bachitha ixesha kunye ekhayeni labo, kusuku lwesi thathu emveni kokuba ephumile entolongweni.
Kwi ntsuku ezintathu emveni kokuba uNelson Mandela ephumile kwintolongo yase Victor Vester emveni kokuvalelwa iminyaka engamashumi amabini anesibhozo. Wachitha ixesha no Winnie. “Maqabane nani bantu base Mzantsi Afrika, ndinibulisa nonke egameli loxolo, lenkululeko, kwaye nenkululeko yakhe wonke umntu” watsho kumawaka waka abalandeli, abaninzi beqala ukuyibona lenkokheli iminyaka ingamashumi asixhenxe ananye yeminyaka.
uMandela waqala ukubona uWinnie kwisikhululo se bhasi eSoweto, wabhala kwi ncwadi yobomi bakhe. Wayene minyaka engamashumi amabini anesibini, engu nontlalontle wokuqala obhinqileyo ontsundu eMzantsi Afrika. Wayemdala kuye ngeminyaka elishumi elinesibhozo, etshatile nabantwana abathathu, eligorha kumlo wokuphelisa ucalucalulo.
“Andikwazi ukutsho ngqo ukuba ikhona into eluthando uqala ukumbona umntu” wabhala kwincwadi yakhe. “kodwa ke ndiyazi ukuqala kwam ukubeka amehlo ku Winnie Nomzamo, ndayazi nje okokuqala ndifuna abeyi nkosikazi yam”.

“Abantu bane sakhono sokuziqhelanisa nayo nantoni na.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more