Amaqabane ka Mandela

© Dr Peter Magubane
uTokyo Sexwale, Joe Slovo, Nelson Mandela no Cyril Ramaphosa eSoweto.
Ngalo lonke ixesha lakhe kumzabalazo, u Nelson Mandela wayenobu dlelwane ebusondeleleneyo namaqabane ayengamalungu e African National Congress (ANC) okanye ababe sazi ngezo politiko. Ababe xhasa umzabalazo bamceda asuse uMzantsi Afrika kwingcinezelo ukuya kwi nkululeko ngeminyaka yo 1990. uTokyo Sexwale waye ngowe zopolitiko owaye banjwe kwisiqithi iRobben Island no Mandela ngenxa yezenzo ezichasene nengcinezelo. uJoe Slovo waye ligqwetha elichasene nocalucalulo nenkokheli yeqela lama komanisi I South African Communist Party owayesebenza kunye no Mandela ukuchasa nengcinezelo. uCyril Ramaphosa waye phambili kwi ANC, ngoku nguye uMongameli wase Mzantsi Afrika.
Kumfanekiso ngamaqabane uTokyo Sexwale, Joe Slovo, Nelson Mandela no Cyril Ramaphosa eSoweto.

“Soze, soze kwaye asoze uphinde lomhlaba mhle ube phantsi kocinzelelo womnye komnye.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more