uNelson Mandela uFika Kumsitho Wokuthambisa oWayengu Mongameli uJacob Zuma

© Dr Peter Magubane
uPeter Magubane uthatha umfanekiso ka Nelson Mandela efika kuthanjiso lalowo wayengu mongameli weli uJacob Zuma
uJacob Gedleyihlekisa Zuma, waba ngu Mongameli wase Mzantsi Afrika owathanjiswa ngonyaka ka 2009. Wahlala eOfisini de kwaba sekuqaleni kunyaka ka 2018. uZuma wasebenza njengo sekela Mongameli ukususela ngonyaka ka 1999 ukuyokuma ngonyaka ka 2005. Ngaphantsi kowayengu Mongameli ngoko uThabo Mbeki.
Ngexesha lengcinezelo,uZuma waya elubhacweni waze waba ngomnye wenkokheli zokuqala wombutho we ANC ababuyela eMzantsi Afrika ngeminyaka yo 1990 xa uthetha thethwano norhulumente owayephethe kunye norhulumente we ANC zaqala ukunyuka. uZuma njengoko wayengowakwa Zulu, oku kwenza indawo yakhe kwi ANC ibaluleke ekupheliseni ukungaboni ngaso linye ne Inkatha Freedom Party (IFP) na malungu we ANC. Kumfanekiso ngu Nelson Mandela efika kuthanjiso lwalowo wayengu Mongameli uJacob Zuma.

“Njengokuba sele siyifumene inkululeko yethu, inganye kuphela into enoma phakathi kwethu: Abo bayixhasayo kunye nabo bangayi xhasiyo.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more