uNelson Mandela uncokola ne Time Magazine kwi Rali Yolutsha eTembisa
Inkokheli yombutho we ANC, uNelson Mandela uthatha ithuba lokuthetha nentatheli ye Time Magazine u Scott Macleod ngexesha leRali yolutsha eTembisa.
Ngomhla we 26 ku Februwari ka 1990, uNelson Mandela wamema u Scott Macleod kwikhaya lakhe okuthetha ngexesha lakhe entolongweni.uMandela eneminyaka angamashumi asibhozo anesibini, wahamba eMzantsi Afrika ukususela kungquzulwano ngobuhlanga, kwithemba lokuqala uxolelwaniso kwixesha lonyaka.
Umbuzo: Enye yezinto owazithethayo kukuba awungo Mprofeti. Ingaba abantu balindele lukhulu kuwe? - Wabuza uScott Macleod
Impendulo: Andicingi njalo,nangona ndaziva ndinyanzelekile ukuxelela abantu okokuba akekho umntu eyenwa ongasombulula ingxaki ezinkulu esijongene nazo. Ngumsebenzi wabantu abanininzi ezakusinceda sisombulule iingxaki (zethu) -waphendula uNelson Mandela.
Umbuzo: Abantu abamnyama bazaku khululeka nini kweli lizwe?- Wabuza uScott Macleod
Impendulo : Andingomprofethi, andikwazi ukutsho – Waphendula uNelson Mandela.
“Ukuya entilongweni ngenxa yenkolelo zakho ze uzimisele ukusokolela into okholelwa kuyo, yinto efanelekileyo.” ~ Nelson Mandela
uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
moreuNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...
moreuMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
moreuMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....
more