uNelson Mandela no Graca Marcel no Mzukulu –Womzukulu uZenani

© Dr Peter Magubane
UNelson Mandela no Graca Marcel nomzukulwana wakhe uZenani.
uNelson Mandela, uchitha umzuzu okhethekileyo no Mzukulu- Womzukulu uZenani. Ukuchitha ixesha no sapho lwakhe kwaku balulekile ku Nelson Mandela, njengoko waye valelwe ukudibana nabo ixesha elide eseluvalelweni.
Ngelishwa, usapho luka Mandela ludibene nokuhlupheka komphefumlo, nokulahlekelwa.uZenani, owayesanda kugqiba iminyaka elishumi eline sithathu ngonyaka ka 2010 wabulawa kwingozi yemoto, kwindlela esingise ekhayeni emveni komsitho wokuvula imidlalo yendebe yehlabathi.
uZenani, wachazwa “ Nje nge ngelosi, ekhawuleze yahamba” kunye “ Noku khanya” wayekuthanda ukupheka nokwenza onobuhle kunye nezefashoni.

“Kakade sinqwenela imfundo kwaye sicinga ukuba yinto elungileyo, kodwa awudingi ukuba ubene mfundo ukuze wazi ukuba udinga amalungelo athile asisi sekelo, uneminqweno, unamabango." ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more