uNelson Mandela Ne Tshantliziyo lase United States u Jesse Jackson eNew York
UNelson Mandela uthetha nolwela amalungelo oluntu eMelika uJesse Jackson eNew York. UWinnie Mandela kunye no Sodolophu wase New York uHoward Dinkins bajongile.
Ngonyaka ka 1990, uNelson Mandela waya eMelika emveni kwesi memo sokuba aye eWhite House ayokudibana no Mongameli uGeorge Bush. Kolu hambo lwakhe wadibana nabantu abaninzi, uDavid Dinkins, iMayor yase New York, Rosa Parks, nosapho lwalowo wasi shiyayo uMartin Luther King, usapho lwakwa Kennedy, nemvumi edumileyo uStevie Wonder.
Kulo mfanekiso uNelson Mandela uthetha netsha ntliziyo lwase United States uJesse Jackson eNew York. uWinnie Mandela, no Sodolophu wase New York uDavid Dinkins bajongile.
"Ndino buhlobo obukhethekileyo nabantu abahlobana nam ngemini zembandezelo."
uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
moreuMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
moreuMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...
moreuMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....
more