
uNelson Mandela no Archbishop Desmond Tutu
uNelson Mandela no Archbishop Desmond Tutu, abathi bobabini baphumelela imbasa ye Nobel Peace Laureate Prize, badibanisa izandla eIpelegeng eWhite City, eSoweto.
“Akukho sipho sigqitha esokunikela ixesha namandla ekuncedeni abanye, unga lindelanga mbuyekezo” Le yintetha ka Mandela- oku kubonakalisa izenzo zika Madiba no Archbishop Desmond Tutu. uArchbishop Desmond Tutu waziwa ngomsebenzi woluntu nanjengalowo ulwela amalungelo abantu, netsha ntliziyo elichasene ne ngcinezelo.
uNelson Mandela, no Archbishop Desmond Tutu, bobabini baphumelela iimbasa ze Nobel Peace Prize Laureates. Babamba izandla eIpelegeng eWhite City, eSoweto.
“Akuna kuze kubekho sipho sikhulu ukogqitha ukunikeza ngexesha kunye namandla akho uncede abanye, ube ungalindelanga mbuyiselo.” ~ Nelson Mandela

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
more
uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
more
uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...
more
uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....
more