Umzuzu Wothando Phakathi ku Nelson no Winnie
Umzuzu wothando phakathi kuka Nelson no Winnie Mandela kumsitho no Oliver Tambo.
uWinnie Mandela, wafundela ukuba nguNontlalontle, ngelixesha esebenza kwisi bhedlela iBaragwanath, eSoweto, wahlala no Adelaide Tsukudu, owaba yinkosikazi kaMongameli we ANC uOliver Tambo. uOliver Tambo wayesebenza no Nelson Mandela, bengamagqwetha.
uWinnie no Nelson Mandlea batshata ngo 1958 baba nentombi ezimbini phambi kokuba abanjwe kwiminyaka emithathu eyalandelayo ngo 1961. Bakwazi ukubonana amatyeli ambalwa loxa aseluvalelweni, kodwa loxa wayendwendwela isiqingatha se yure, babehlulwe ngamacingo, nonogada emamele kudana. Babengavumelekanga ukuthetha isiXhosa, kwakuvumeleke isingesi no lwimi lwesibhulu kuphela. Logama ubomi buka Madiba entolongweni babujonge kwizifundo, uWinnie wahlukumezwa ngama polisa, ukungcungcuthekiswa, novalelo, isenza umlo wakhe womzabalazo, wawusenza umbutho ophetheyo wocalu calulo ungonwabi.
Bobabini, bengama gorha, womlo ochasene nengcinezelo, ubomi buka Winnie no Nelson emveni kokuba ephumile eluvalelweni, kwakugcwele ukuhamba hamba, iintetha, abendaba, aphoke babekwazi ukonwabela umzuzu wothando, eyayi banjwa ngabendaba ngamanye amaxesha. Xa wayeba ngu Mongameli, uNelson wabeka uWinnie wayintloko wezentlalontle zombutho we ANC. Ngelishwa bohlukana ngo 1996, emveni kweminyaka engamashumi amane omtshato.
"Ingqondo elungileyo kunye nentliziyo elungileyo zihlala zingumxube onzima.” ~ Nelson Mandela
uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...
moreuMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
moreuMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...
moreuMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....
more