Uku Tshintsha kwe Sizwe sama Xhosa

Izi Profetho zika Ntsikana

©Roger de la Harpe

AmaXhosa liqela eliphambili eMpuma Koloni okwa ngamaxhosa okuqala ase ntshona Kapa, ubukhosi bama Nguni ababejongene nabahambeli base Yurophu, abazingeli, abathengisi, oonomishini, amajoni kunye nonobhala bama koloni ababesanda ekupheleni kwenkulungwane yeshumi elinesibhozo ukuya phambili.

Ezintlobo zabantu ezisuka kwinkcubeko ezahlukileyo zazinegalelo kwinkcubeko yama Nguni aseKapa, na kulemihla kuselula ukuwabona. U-Ntsikana waye ngumprofethi odumileyo wama Xhosa owathi wasweleka ngonyaka ka 1821, owayeguquke phantsi kuka mfundisi uJoseph Williams we London Missionary Society.

Nangona wayeyindoda engafundanga, uNtsikana wenza iingoma zendumiso, ezisaculwayo nakulemihla kumabandla. Ukongeza, wayesenza iziprofetho ezimangalisayo, elumkisa 'ngeqhosha elingena ntunja: (imali) ethetha ngokuzayo ' iinyoka ezinomlilo' (oololiwe) ababezakuza kumacala asemaphandleni.

Inguquko yobu krestu yenza umsantsa kuma Nguni ase Kapa, owathi waqhubeka de yayiminyaka yama 1950, phakathi kwe 'zikolo' -zabantu kunye nabantu aba 'bomvu'. Aba bokugqibela nabalandela ubu Krestu kunye nemfundo yase Ntshona, babeziziphumo zezitishi zase mishini kunye nemfundo.

Inkcubeko yama Nguni

©Dr Peter Magubane

Amanguni ase Kapa ayesilele yi Yurophu yalemihla, ingakumbi ukuthetha isingesi, ngokuthathwa kuwo ngamazwi nezenzo ngonomishini base Yurophu. 'Isikolo' - abantu babenxiba ngendlela eyodwa kwatshintshwa amasiko esintu awayelawula kwizikolo neecawe.

Uluntu olwalulandela isintu kwakusithiwa 'babomvu' ngenxa yokuthanda ukuqaba imbola ebusweni nasemizimbeni. Betyeshela inkonzo nemfundiso yase ntshona njenge zinto zase ntshona, abantu besintu baqhubeka ukwenza amasiko ngexesha labo amasiko angqunge imimoya yezinyanya.

AmaXhosa amaninzi kule mihla ngama Kestu. Iinkosi neenyangi (amaxhwele neenyangi) abajongelwa ntweni xa bengaphili njengama Krestu. Kungenjalo ubukrestu nama Xhosa buyanda kwaye bufikelele ekwamkelekeni kwizinyanya nemisebenzi yesintu yokubhiyoza. Iintsimbi ezibonakalisa indlela yokunxiba yesintu, kwinkulungwane yama 20th century ngabantu bakudala, imizobo yomama eyayenziwe ngokwe sinxibo sase Yurophu: iglasi enemibala yeentsimbi, eyathi yafumaneka phakathi kwi 19th century.

Translated by Zikhona Plaatjie