Surgeonfish

© Johan Boshoff

Igama leentsapho eziqhelekileyo

Surgeonfish

I-Alias

Doctorfish

Igama lezesayensi

Acanthurus

Ubukhulu

Ukufika ku- 60 cm, i-avareji 28 cm.

Ukukhangeleka

Yakhiwe okweqanda, umzimba ingathi ucinezelekile ukuya pha ngasemsileni. Inomlomo omncinci. Amaphiko angasemva akhiwe njenge-nyanga. Umsila wona mkhulu kakhulu. Amaqabane emiqokolo ayafumaneka wona pha emacaleni womsila kwaye atsolo-kungoko igama layo. Umbala wayo unephethini ezimangalisayo.

Inkcukhacha jikelele

I-Acanthurus ziquka iintlobo zosapho eziyi-38. Zifunyanwa kwiindawo ezinengqokelela yamatye, ithanda ukuhamba yodwa emadlelweni okanye ezikolweni. Isebenzisa imiqokolo etsolo ukuzikhusela, ephinde ibene tyhefu. Ziyakwazi ukutshintsha umbala ngokuxhomekeka kwendawo ezityela kuyo- ziyakhanya kwiindawo enesanti ziphinde zigqame kwiindawo ezinamatye. Iyintlanzi ezalayo.

Ukutya

Itya ulwelwe, impasalaka yamatye kunye nemifuno. Isisilwanyana esithanda ukutya izityalo.

Ukufumaneka

Zifumaneka kwiindawo ezinobushushu naselwandle kwizwe lonke.

Iindidi eziqhelekileyo

Black surgeonfish - Acanthurus gahhm
Palette surgeonfish - Paracanthurus hepatus
Sohal surgeonfish - Acanthurus sohal