Southern Tree Agama
Igama
Intulo yase mazantsi okanye intulo enomqala omnyama okanye obhlowu. [Acanthocercus atricollis]
Udidi
Isilwanyana esirhubuluzayo
I-oda
Squamata
Usapho
Agamidae
Iintlobo
Kukhona iintlobo eziyi 6, kodwa azaziwa ncam-ncam.
Ubude (imazi)
135 mm
Ubude (inkunzi)
167 mm
Inkcazelo
Intulo inkulu ngomzimba kwaye inentloko ebanzi. Iinkunzi esizalisayo zibanombala obhlowu ngasemva, ziphinde zibenombala ogqamile obhlowu (kwangaphambili) ukuya kumbala otyhefu (emva) kwezihluma nomballa obhlowu apha entloko.
Ulwabelwano
e-Ethiyopia, ukusuka pha kwi Mpuma ye Afrika uyofika pha kunamcala akuMntla-Mpuma wezwe, ade afike nakumzantsi wase KwaZulu-Natal, impuma yeBotswana (Lobatsi) nase Ovamboland.
Ukuzala
Imazi ibeka amaqanda angqukuva ayi 5-14, lamaqanda aneqokobhe elithambileyo kwaye ahlala kwindawo emanzi. Lamaqanda aqandusela emva kweentsuku eziyi 90.
Itya ntoni
Imibungu, imiqikela yenkumbi kunye nooqongqothwane.