Isicatshulwa sika Mbeki ngo Mandela

© Eric Miller

Ukuzinikezela Okunzulu

Umongameli uThabo Mbeki, nowanqwenelela uNelson Mandela usuku lokuzalwa olumnandi ethethela uhrulumente kunye nabantu base Mzantsi Afrika ngonyaka ka 2007, wathi eli lizwe kunye nehlabathi linethamsanqa ukubhiyozela ubomi benkokheli ephume izandla yabantu bethu.

Owayesakuba ngu Mongameli uMandela wakhuthaza abantu abaninzi base Mzantsi Afrika, belizwekwazi lase Afrika kunye nabantu bonke behlathi ngempilo yakhe, ubukhokheli bakhe kunye nokuzinikezela okunzulu kuluntu olunokuzi khethethela watsho lo ka Mbeki.

Translated by Zizipho Silwana

Bill Clinton on Mandela's Legacy

Owayesakuba ngu Mongameli wase Melika u Bill Clinton, wenza amazwi ombulelo ngonyaka ka 2007, ngethuba ku bhiyozelwa usuku lokualwa luka Man...more