Indibano (Rally) Yokuqala Esemthethweni ye ANC
uThomas Nkobi, Oliver Tambo, Nelson Mandela, kunye no Walter Sisulu kwi nkomfa yokuqala esemthethweni ye ANC kwiminyaka engamashumi amathathu.
Emveni kokuba umbutho iAfrican NationaL Congress (ANC) wabhenwa ngomhla ka 2 February ngonyaka ka 1990, umbutho wakhululeka okokuba ubambe iindibano nerali ukukhankasela inkokheli yabo, uNelson Mandela ukuze abengu Mongameli Wokuqala wenkululeko eMzantsi Afrika.
i-ANC yaqhubeka ikwi ntetha No rhulumente we National Party, ze yenza umahluko omkhulu ukuqinisekisa utshintsho olunoxolo ukusuka kwingcinezelo ukuya kwi nkululeko. Irali yokuqala esemthethweni ye ANC yabanjwa ngamalungu ahloniphekileyo (ukusuka ekhohlo) Thomas Nkobi, Oliver Tambo no Walter Sisulu. uNelson Mandela uyabonakala apha, ephakamise inqindi luku hlonipha umzabalazo njenge mboniselo yamandla kubumbano.
“Intshatsheli ngu mphuphi ongazange alahle ithemba.” ~ Nelson Mandela
uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
moreuNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...
moreuMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
moreuMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...
more