Crowned Cormorant
UGwidi
Igama
Ugwidi
Igama lesi Latin
Phalacrocorax coronatus
Usapho
Phalacrocoracidae
Ubude
54 cm
Intlalo
RKumanxweme anamatye naseziqithini zolwandle.
Inkangeleko yamantshontsho
Amantshontsho amdaka ngebala.
Inkangeleko yentaka endala
Iyafana no Gwidi lwengcongolo ibonwa ngombala wentsiba omnyama tsiki. Ibanesingci unyaka wonke kunye nomsila omfutshane.
Isibalo
Ixhaphakile ayikho bungozini.
Apho ifumaneka khona
Zibakho ngobuninzi elunxwemeni ukusuka kwe Yethupha ukuya kuTshazimpuzi zize zibonakala ziyiminqongo apha enyakeni. Kunqabile ke ukuba zibonwe emhlabeni.