I-Vredefort Dome Crater

© David Fleminger

Iibhiliyoni Ezimbini Zeminyaka Eyadlulayo

Malunga neminyaka ezibhiliyoni ezimbini eyadlulayo, imeteorite enomlinganiselo ongange Table Mountain yathwaxa umhlaba kufutshane nalapho idolophu yase Vredefort ime khona namahlanje, emntla Free State. Esi sithonga singama 1 000-Mt blast sanyibilikisa ama 70 ㎦ elitye. Endaweni yalo kwashiyeka icrator emalunga nama 380 km ububanzi. Kodwa ke, konke oku sele kukhukulisekile ngoku. Sele kushiyeke nje idome yelitye le granite elalidaleke ngethuba icrust yomhlaba izama ukubuyela esimweni sayo. Ezi Concentric zaringe zee nduli, ziphakathi kwe Vredefort kunye ne Parys, ziyinxalenye ye World Heritage Site.

Translated by Zizipho Silwana

I-Bushveld Complex kunye ne Vredefort Dome

Emva kwe Transvaal Supergroup kwalandela iBushveld Complex, neyadaleka ngethuba umndilili welitye elinyibilikileyo laphuphumala kwiMantle la...more

Amaxesha Angoku Kwi Vredefort Dome

Kuleminyaka izibhiliyoni ezimbini ukusukela kuhlaselo lontlitheko eVredefort, indalo engqonge lendawo yathi chu ukubuyela esimeni....more

I-UNESCO kunye ne Vredefort Dome

Yintoni kanye le Vredefort Dome, khona kutheni ibaluleke kangangokuba ingade ibizwe njenge World Heritage Site? Ihamba kanje lento...more

Ukutyelela iVredefort Dome

Isakhiwo esipheleleyo se Vredefort Dome sigqithela ngapha komjikelo ongama 300km. Inabe ukusuka emantla e Johannesburg emntla mpuma ukuya eW...more