I-Bushveld Complex kunye ne Vredefort Dome

© David Fleminger

I-Transvaal Supergroup

Emva kwe Transvaal Supergroup kwalandela iBushveld Complex, neyadaleka ngethuba umndilili welitye elinyibilikileyo laphuphumala kwiMantle laphumela ngaphezulu kweTransvaal Supergroup. Oku kungena kwelitye kumatye akhukuliseke msinya we Transvaal Supergroup kwadala igneous rock complex negquma indawo emalunga nama 60 000 square km’s. Le yeyona inkulu yohlobo lwayo emhlabeni wonke. I-The Bushveld Complex nayo ecaleni iqulathe ama 80% we platinum kumhlaba wonke. Yindyebo eninzi kuthi le!
Kodwa akuzange kubeyindlwana iyanetha. Malunga nee 2 billion zeminyaka eyadlulayo, iMeteorite enkulu yankaleka emhlabeni, malunga nama 120 km kumzantsi-ntshona wase Johannesburg. Yabetheka kakhulu ngeyona ndlela kangangokuba eli litye laphakama. Laphakama kangange 10km ukusuka kwindawo ebelimi kuyo. Iziphumo zoku yabayi Vredefort Dome,eyona meteorite inkulu, neyathi yaziwa kuqala ukufika eMhlabeni (Yayikade inobude obungama 250km amacala, nangona ubunintsi bayo ngoku sele budibelelekile). Le impact yagqumelela igolide, neyayihleli kufuphi nangaphezu komhlaba ngeloxesha. Oku kwenza ukuba kubenzima ukuyomba.
Kodwa iVredefort Dome yayingasoloko ibonwa njenge sakhiwo sontlitheko . Ekuhambeni kweminyaka proponents ezahlukeneyo zazisa ngaphambili uqikelelo lwazo. Kodwa ke, uphando lwakutsha nje, kwenze kwacaca izinto kancinci, kwaye uphikiswano malunga nemvelaphi yeDome kubonakala ngathi ide yachanwa ngomakhwekhwetha bezemo yemihlaba(geologists).
Nangona ndingekaqiniseki ukuba ukuntlitheka kwe meteorite kungayidala kanjani idome, endaweni ye crater, kufuneka ndothulele umqwazi izazi ezingcono kunam, ndivume ukuba I metereorite ikwenzile oko!

Translated by Zizipho Silwana

Phambi Kontlitheko lwase Vredefort

Kwiminyaka engama khulu ezigidi eliqela, uMhlaba waqala ukuphola yaze ne celestial bombardment yehla, mhlawumbi kungenxa yokuba uninzi lwe b...more

Uphando Lokuqala Nge Vredefort Dome

Kwiminyaka yoo 1950, kwakhutshwa incwadi egama liyi ‘Target: Earth’ nalapho umbhali waye kholelwa ekubeni iidinosaurs zathi zatshabalala...more

Ukudaleka koMhlaba wo Mzantsi Afrika

Kucingelwa ukuba iintsalela ze Dominion group zashiyeka malunga neminyaka ezi 3.07 billion eyadlulayo, kumngxuma owombeka ngethuba icrust e...more

Ziwuchaphazela Kanjani Umhlaba iMeteors

Xa ujonga esibhakabhakeni ebusuku, sibonakala sizolile. Inkwekwezi ziyakhanya kwisibhakabhaka esimnyama kwaye kuthe nkcwe akukho enye into p...more

Uphando Lwe Vredefort Dome

E-Mzantsi Afrika, kukhangeleka ngathi ukuphucuka nokuphuhla kwe sayensi yontlitheko kuyasiphosa. Ngomnyaka ka 1916,uS.J. Shand waqala wachaz...more

Izigaba Ngezigaba Zokudaleka kwe Vredefort Dome

Njengokuba iVredefort bolide yambonzeleka isiza eMhlabeni, isantya sayo siqikelelwa ukuba sasiphakathi kwama 40 000 kunye nama 270 000 ekhil...more

Uphikiswano nge Mvelaphi ye Vredefort Dome

Ukungaqheleki kwendlela iVredefort Dome eyiyo nemile ngayo, yaqala ukuqatshelwa ngoososayensi kwangeminyaka yoo 1878....more

iVredefort Impact

Kwiminyaka eyi 2 bhiliyoni eyadlulayo, kwakungekho kwasityalo kule planethi, ubomi obabukhona ngeloxesha yayizintsholongwane kuphela....more

Vredefort Kunye Nemigodi yeGolide

uMzantsi Afrika lilizwe elinethamsanqa kakhulu. Sisikelelwe ngekhaya elizinzileyo kwelona lizwekazi lidala ehlabathini. Sikude lee kwiinyiki...more

iiShattercones kunye ne Shock Metamorphics zase Vredefort Dome

Ngaphandle kwe Vredefort crater, oluntlitheko lukhulu lwashiya ngasemva iintsalela ezininzi, zishicilelwe ematyeni. Ezi mpawu sele zisuka ku...more