Zizipho Silwana
Xhosa Translator

Zizipho Silwana currently lives in Cape Town. She has a National diploma in Human Resource Management. She is an avid travel writer. When she is not in the office attending disciplinary hearings, she spends her spare time on the mountains hiking or exploring the wilderness.

Xhosa
uZizipho Silwana uhlala eKapa. Unesidanga se Human Resource Management. Uyakuthanda ukubhala ngezo khenketho. Xa engekho se ofisini uxchitha ixesha lakhe entabeni esenyuka intaba okanye ebuka indalo yasendle.