Amaxesha Angoku Kwi Vredefort Dome

© David Fleminger

Imihlaba Echumileyo

Kuleminyaka izibhiliyoni ezimbini ukusukela kuhlaselo lontlitheko eVredefort, indalo engqonge lendawo yathi chu ukubuyela esimeni. Konke kume ngendlela ngoku eDome. Amatye amatsha aqhubeka ukudaleka, egquma isakhiwo se crater kumzantsi mpuma. Ukhukuliseko lwaqubeka nokubolisa amatye apakisheneyo endaweni yawo kwashiyeka imihlaba echumileyo.
Umlambo iVaal River inqumla kanye kwi ndawo ephakamileyo enamatye egranite, lomlambo wehlela kwicala langasentshona usingise elwandle. Lilonke ke, yayiyindawo etyebileyo enamanzi alungele ukuselwa,iindidi ezininzi zezityalo kunye neenyamakazi.

Translated by Zizipho Silwana

Uphuncuka Bemphethe we Bhulu Lase Vredefort

Ubuhlobo phakathi kwama bhulu kunye namaNgesi babusoloko bunengxwabangxwaba. Emva kwe Great Trek, amaNgesi arhutya iinyawo ekuvumeleni ukuzi...more

Abaphambukeli Abatsha eVredefort

Izinto zazithande ukuzola kwi Highveld yoMzantsi Afrika, kubukhulu beminyaka yoo 1700. Kwathi kusenjalo, ngeminyaka yoo 1800,...more

iVredefort Ngexesha le Iron Age

Ixesha le iron age laziswa eMzantsi Afrika nga Bantu abantsundu, nabasuka emntla. Aba baphambukeli beza kunye nee theknoloji ezintsha, ezifa...more

iVredefort nge Minyaka ye Stone Age

Njengokuba iWorld Heritage site eyi Cradle of Humankind site, ikumgama oli 100km kuphela ukusuka kumntla we Vredefort, kusenokwenzeka ukuba ...more

I-Vredefort kwi Sentyuri yama 20

Emva kokuba kuphele iAnglo-Boer War yesibini, imo yezoshishino yabamaxongo kummandla wase Vredefort. Amafama amaninzi abuyela kwiintsimi ezi...more