Abatyholwa Betyala Lokungcatsha Umbuso

© Dr Peter Magubane
Abasolwa abathathu abanetyala loku bhukuqa umbuso bayafika ePitoli, ngo August ngonyaka ka 1958. Ukusela ekhohlo ukuya ngase Kunene ngu: Robert Resha, Patric Moloa, kunye no Nelson Mandela.
Amatsha ntliziyo ezoPolitiko, kuquka uNelson Mandela, owayeli Gqwetha ngeloxesha waye bekwe izityholo zokungcatsha umbuso ngeminyaka yo 1950 ngexesha lobandlululo. La matsha ntliziyo, awaye quka uMandela, uRuth First, Z.K Matthews, Lionel “Rusty” Bernstein baya babhala kwaye bayivuma iFreedom Charter eyayithetha ngamandla abantu base Mzantsi Afrika abanawo. Urhulumente wocalu calulo ze waguqulula indawo ababehlala kuzo, oko kwaye kwakhokhela kwityala lokungcatsha umbuso ngonyaka ka 1956 elaqhuba iminyaka elishumi nanye (11). Ngonyaka ka 1961, bonke abatyholwa bafunyaniswa bengenatyala bakhutshwa.
Kumfanekiso ngabo bobathathu abatyholwa boku Ngcatsha uMbuso befika ePitoli ngo August ngonyaka ka 1958. Kukho no Nelson Mandela esemncinci kunye nenkokheli zombutho we African National Congress Youth League, uRobert Resha no Patric Moloa.

"Andilo lungisa, ngaphandleni kokuba ucinga ilungisa njengomoni oqhubeka nokuzama." ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - The Mandela Legacy

uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...more