uNelson no Winnie Mandela Badla Isidlo Sakusasa Sokuqala Kunye eMveni kokuba Ephumile eluvalelweni

© Dr Peter Magubane
uNelson no Winnie batya isidlo sakusasa kunye, sesokuqala emveni kokuphuma entolongweni kuka Madiba kwa numba 8115 Orlando East, Soweto.
uWinnie Mandela wazalwa ngomhla ka 26 September ngo 1936 waziwa njengo Nomzamo Winifred Zanyiwe Madikizela wayelitsha ntliziyo elichasene nengcinezelo, ilungu eliphezulu lombutho we ANC. watshata no Nelson Mandela ngomhla we 14 June 1958, batshata ithuba eliyi minyaka eyi 38, kodwa uninzi lwalo minyaka uNelson wayeseluvalelweni. Umtshato wabo wamelana no valelo namahla ndenyuka amaninzi. Ngelishwa umtshato wabo awuzange umelane ne nkululeko ngo 1996, bawuqhawula umtshato.
Kulo mfanekiso ngu Nelson no Winnie Mandela, besitya isidlo sakusasa sokuqala kunye emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990, kwikhaya labo kwa numba 8115 eOrlando West, eSoweto.

“Ziphele nya iintsuku apho imithetho ehrabaxa nekhohlakeleyo inikeza abacinezeli iminyaka yokuthula noxolo.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - The Mandela Legacy

uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more