uMadiba uTyikitya Icwecwe le Ncwadi Yakhe ethi ‘Long Walk to Freedom’
uMadiba utyikitya incwecwe lika Cindy Futhane le bali ngobomi bakhe lencwadi iLong Walk to Freedom. Ufuthane waye lilungu le Independent Electroral Commision, umzimba ka rhulumente ocongelwe unyulo lokuqala eMzantsi Afrika ngonyaka ka 1994 , ukwanguye no mama kunyaka omncinci ka Peter Magubane , u Ipeleng Magubane.
I’Long Walk to Freedom’ yincwadi yobomi buka Nelson Rholihlala Mandela. Ubalisa nzulu ngo bomi bakhe, ngemfazwe, amahla ndenyuka, noloyiso olubalaseleyo –thina Ma-Afrika esilwazi njenge nkululeko.
uMadiba utyikitya icwecwe lencwadi ka Cindy Futhane lale ncwadi yakhe ethi. ‘Long Walk to Freedom’ uFuthane wayeli lungu le Independent Electoral Commision, umzimba owaunyulwe ukujonga unyulo lokuqala enkulule kweni ngo 1994, waye nguye no mama kunyaka ka Peter Magubane omninci, uIpeleng Magubane.
“Kwaye njengokuba siqaqambisa uku khanya kwethu, singaqondanga sinika abanye imvume yokuba nabo benze njalo.” ~ Nelson Mandela
uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...
moreuMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
moreuMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...
moreuMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....
more