uMandela no Winnie babelana ngo Mzuzu Wothando
UWinnie no Nelson Mandela babetshate iminyaka eyi38, bazibona inzame zabo zokuzisa inkululeko eMzantsi Afrika zisenzeka xa uMandela wanyulwa njengo Mongameli ngo 1994. UMadida no Winnie batshata ngo 14 June 1958, babe nentombi ezimbini, uZenani (Ezalwa ngo February, 1958 no Zindziswa ozalwe ngo December 1960) phambi kovalelo ngo 1962.
Emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990, uWinnie wayesecaleni kwakhe , ehamba amazwe, kwi rali, imisitho, eshumayela uxolo lo Mzantsi Afrika egaya inxase ye African National Congress.Nangona umtshato wabo waphela kodwa babesabelana ngembali, yothando, nokuzinikela.
“Singalitshintsha ihlabathi libe yindawo engcono. Kuse zandlini zakho ukuba wenze umahluko.” ~ Nelson Mandela
uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...
moreuMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
moreuMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...
moreuMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....
more