ukuTyisa iiNkomo zo Bisi

Ukutya Okulungileyo, iimeko Ezilungileyo

©Chris Daly
Umlinganiselo wobisi oveliswa yinkomo yobisi, uyashiyana mihla le kuxhomekeke kufuzo nakwi ndlela yokutyiswa. Ukutya okungekho semgangathweni akufunekanga kutyiswe iinkomo eziphezulu kufuzo. Imveliso yobisi izakukwehla xa iinkomo zibhitya. Ukubhitya kuzaku chaphazela inzala ngendlela engeyiyo. Iinkomo zityiswa ingqolowa kuma dlelo, ingca okanye amazimba. Iizakha mzimba ze ngqolowa ziyohluka ezinye zihlukumezekile (imizi) ezinye ziphezulu ( amadlelo aphatheke kakuhle). Imveliso yobisi lwenkomo ezitya ingca ye mizi izakubhitya, ibephezulu kumadlelo alinyiweyo.

Amadlelo noku Tiswa Emadlelweni

©Chris Daly
Xa iinkomo zityiswa emadlelweni, iingqolowa ziya vunwa ziinkomo ngokuthi zitye emadlelweni.izinga ledlelo elikhoyo phambi koku lima kuchaa ingeniso yobisi. Ingca ihay inikezwa nge bhantshi ezinokusinda kangange 12-25 kg inye. Ingca iqokelwelwa kulowo uqokelela ingca kwaye ityiswe nganye nganye (isilage yingca eluhlaza okanye ukutya okuhlaza okucinezelwe kwagcinwa apho kungangeni khona umoya) lengca imfuxmfuxu kunengca yemizi.
Ukuthathwa kwengqolowa makushicilelwe kanye ngeveki ngoku jongwa ubungakanani obunikwa iinkomo nokujonga oko kushiyekileyo. Apho iinkomo zingatyiswa khona amadlelo, iforage inikezwa iinkomo ngomxube. Uhlobo lwenkomo neminyaka kuchaphazela ukutya emazinikwe kona imihla ngemihla, umzekelo ubaphezulu kwi Holsteins kune Jerseys logama iinkomo ezindala zifuna ukutya okongeziweyo ngemini. Kunenkomo eziqala ukuncancisa. Ukutya kwe nkomo iHolstein kuhluka phakathi ko 18-24 kg ngemini. Iinkomo ze jezi, zincinci ngoko mlinganiselo, zona zifuna 12-16 kg yokutya ngemini.

Translated by Zikhona Plaatjie