Izakhono Zolimo Ezingasebenzisi Mandla

© Eric Miller
Amafama asakhasayo kunye nango aselula, alingomso lwezolimo laseMzantsi Afrika. Ngaphandle kwezakhono ezisebenzisa amandla ezidingekayo kwiingingqi ezahlukeneyo zolimo, kuyadingeka nokuba amafama asematsha abe nezakhono ezisebenzisa ubuchule bengqondo. Ezi zakhono zidinga ubuchule bengqondo isenokuba yindlela osebenzisana ngayo nabantu, ukuba nempatho, kunye nokukwazi ukucinga. Ezi zakhono ke ziza kunceda ekwakheni ubudlelwane kwiifama-phakathi komqashi kunye nomsebenzi, kwaye zizakuqinisekisa ukuba kukho ubudlelwane obulungileyo phakathi kwabasebenzi.

Iingcebiso Ngodliwano Ndlebe Lwemisebenzi Kwezolimo

Amaxesha amaninzi, abantu abatsha abafuna ukuqala ukusebenza kwezolimo baqala njenge intern okanye iiaprentice kwifama zentengiso....more

Zintoni Izakhono Ezisebenzisa Ingqondo?

Izakhono zezandla zase fama zihambelana nomsebenzi lowo uthile. Udinga ukuba nempepha ukuze ubenokwenza imisebenzi ethile....more

Zeziphi Izakhono Ezisebenzisa Ingqondo Ezidingekayo Kwezo Limo?

Kwezo limi, ayizozakhono ezisebenzisa amandla kuphela ezidingekayo (umzekelo ukuqhuba, ukugonya, ukunkcenkceshela okanye ukuthena izityalo) ...more